20/02/2025
πππππ this is not true π
Molweni guys, ncedani if niyamazi lomfana .π π
Igama lakhe ngu Bandile, so izolo kuthwa ufike kokwabo kukho sister yakhe yabe ifake i boyfriend yayo .
Kuthwa ungene senomsindo ebuza uba kuqhubekani apha, yintwana efuna ntoni le kokwabo? Bathe besazama ucacisa akaxoxa lomfana wabakhiyela umnyango wangena eKamereni ebonakala uyokhupha something, uye waphuma emva kwe 2 minutes seyegushe lento ebeyoyikhupha Waya straight kule boyfriend ka sister wafika wambuza again uba ufunani apha?
Waxakwa kuphendula umntanabantu akaxoxa lomfana wayirhola lento ayiphetheyo yabe iyibhotile ye Jameson Whiskey, kuthwa oko bebe sela lobhotile kunye ke usukela izolo nangoku bavuke bagqibezela yona bemka bayothenga ne beers for uqabula... Lomfana akho nix ayenzileyo, nizithanda gqith izigaxa Nina π€¦ββοΈπ
ednatureoneaster